Zahara (Sul-Africana) Zahara (Sul-Africana) - Phendula

Nkosi yam phendula ndiyacela
Phendula phendula phendula
Sinikela kuwe sincamile ngokwethu
Phendula phendula phendula
Umhlaba wonke, ujonge kuwe
Intlupheko yethu, yaziwa nguwe
Nezifo zethu, zophiliswa nguwe
Novuyo lwethu, luvela kuwe
Phendula phendula phendula
Afrika afrika afrika afrika
Phendula
Afrika afrika afrika afrika
Phendula
Phendula phendula phendula